Xhosa at its best...................
Dear bhuti
Bhuti njengoko bendikhe ndehla(ndagoduka) ndithi mandikwazise ukuthi
Usisi (umkakho) ndifike ekhona
Into endiyincomayo kuye ukhuthele kwaye unebhongo ngento ayenzayo.
bhuti usisi ulimile ekhaya, igadi yakhe ndifike ichume ngolona hlobo
imnyama
wandithatha usisi wandifaka egadini esiya kundibonisa ukutyeba
kwamathanga akhe
mfondini mandithethe phandle mahle amathanga omkakho!
zizinto zityebile zimhlophe zingaka!!!
mtakwethu wafumana umfazi phaya hayi indlalo
ndiwajonge ndavuza izincwe sele ndibawela umqa
uthe akuqaphela ukuba ndiyaphela kukubawa
wandithatha wandisa kulandlu iyintanga apho
afike wandinika oshushu wona umqa lo
ndatya ke mfo kabawo ndabila nomqolo lo kubaleka amanzi
yonke indawo, mandiphinde nditsho mtakwethu ngokungazenzisiyo amnandi
amathang'omkakho bhuti mandiyeke ngoku nawe uyakuzibonela xa ugodukile
ndingekalibali ke mfowakuthi uze ungalibali ukuthenga
amanaphukeni usisi uzithwele inyanga isenye
shiyeka kamnandi wakuthi kakade ukutyiwa kombona
kukuchubelana.

0 Comments:
Post a Comment
Subscribe to Post Comments [Atom]
<< Home